Iinkokheli 12:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wayenoonyana abangamashumi amathathu neentombi ezikwangako. Iintombi zakhe wazendisela kwezinye izizwe; waza ngokunjalo noonyana bakhe wabathathela iintombi kwezinye izizwe. Wayeyinkokheli kwaSirayeli iminyaka esixhenxe uIbzan,

Iinkokheli 12

Iinkokheli 12:4-12