Iinkokheli 11:3-5 Ibhayibhile (XHO96)

3. Wasaba ke uJefta kubantakwabo, waya kuhlala kumhlaba waseTobhi. Apho ke kwabuthelana kuye iindlavini ezithile, zaza zaba ngamahlakani akhe.

4. Ekuhambeni kwethuba ke ama-Amon alwa namaSirayeli.

5. Kuthe ke kwakuba nje amadoda amakhulu aseGiliyadi asuka alanda uJefta eTobhi,

Iinkokheli 11