Iindumiso 84:3 Ibhayibhile (XHO96)

Namasomi azakhela iindlwana zawo khona;kwaneenkonjane zifumana ikhaya khona.Amathole azo ziwagcina *esibingelelweni sakho,Ndikhoyo onamandla onke, wena kumkani noThixo wam.

Iindumiso 84

Iindumiso 84:1-5