Iindumiso 75:8-10 Ibhayibhile (XHO96)

8. *UNdikhoyo uphethe indebe ngesandla,iphuphuma ingqumbo ebilayo;ubarhabulisa kuyo abagwenxa,boyisela bafince nentlenge.

9. Kodwa ndohlala ndimncoma njalo-njalo;ndiya kumemelela ndibonga uThixo kaYakobi.

10. Abagwenxa ndiya kubaphul' iimpondo;ndiluphakamis' uphondo lwamalungisa.

Iindumiso 75