Iindumiso 7:8 Ibhayibhile (XHO96)

NguNdikhoyo umgwebi wabo bonk' abantu.Ligwebe ityala lam ke, Ndikhoyo,bucace ubulungisa bam, kucace ukuba ndimsulwa.

Iindumiso 7

Iindumiso 7:7-10