Iindumiso 69:25-28 Ibhayibhile (XHO96)

25. Mawube linxuwa umzi wabo,makungahlali nabani kuwo,

26. kuba bayamtshutshisa ombethileyo,baphoxise ngaye omenzakalisileyo.

27. Bancine ngesona sohlwayo;mabaphoswe yinceba yakho.

28. Mabacinywe kwincwadi yoludwe lwabaphilayo,mabangadweliswa namalungisa.

Iindumiso 69