Iindumiso 68:35 Ibhayibhile (XHO96)

Uyamangalisa uThixo kwikomkhulu lakhe;ewe, nditsho uThixo kaSirayeli.Abantu bakhe ubabela amandla nokomelela.Huntshu-u-u, mbongeni uThixo!

Iindumiso 68

Iindumiso 68:34-35