Iindumiso 68:34-35 Ibhayibhile (XHO96)

34. Wancomeni amandla kaThixoobungangamsha buphezu koSirayeli,omagunya akhe asesibhakabhakeni.

35. Uyamangalisa uThixo kwikomkhulu lakhe;ewe, nditsho uThixo kaSirayeli.Abantu bakhe ubabela amandla nokomelela.Huntshu-u-u, mbongeni uThixo!

Iindumiso 68