Akwaba ingavela eZiyon inkululeko yamaSirayeli!Akuba uThixo eyibuyisele inkqubela yabantu bakhe,abakwaYakobi baya kugcoba, achulumache amaSirayeli.