Iindumiso 53:5 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kunkwantya ngendlela engaziwa mntu.Kaloku uThixo uyawasarhaza amathambo âbo bamchasayo.Baya kuhlazeka kuba uThixo ubalahlile.

Iindumiso 53

Iindumiso 53:4-6