Iindumiso 53:1 Ibhayibhile (XHO96)

Iziyatha zithi akukho Thixo ngandawo.Zonakele, futhi zenza amasikizi;akukho ulungisayo kuzo.

Iindumiso 53

Iindumiso 53:1-6