Iindumiso 52:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenxa yesi senzo sakho, Thixo, ndiya kukudumisa njalo-njalo.Ndithembele kuwe kuba ulungile.Ewe, ndiya kukubhengeza phakathi kwâbo bakuthandayo.

Iindumiso 52

Iindumiso 52:1-9