Iindumiso 44:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wena wazigxotha iintlanga,waza bona abantu bakho wabamilisela elizweni lazo.Wazitshutshisa iintlangawaza bona abakho wabathi jize ngenkqubela.

Iindumiso 44

Iindumiso 44:1-3