Iindumiso 27:9 Ibhayibhile (XHO96)

Mus' ukuzifihla kum, Ndikhoyo,ungasilahli ngomsindo isicaka sakho.Wena mncedi wam, mus' ukundilahla;uzungandishiyi, Thixo wam, Mkhululi wam.

Iindumiso 27

Iindumiso 27:6-14