Iindumiso 122:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Hay' imincili endaba nayo basakuthi kum:“Masihambe siye endlwini *kaNdikhoyo.”

2. Naku ke ngoku iinyawo zethu zime bhuxe ngaphakathi kwamasango akho, Jerusalem.

3. Ke kaloku iJerusalem yingxikela yesixekoesakhiwe sabandakanywa saba sinye.

Iindumiso 122