Iindumiso 121:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene, uNdikhoyo uya kukwalusa,xa uhambayo naxa ubuyayo,kuqalela ngoku kude kube nini-nini.

Iindumiso 121

Iindumiso 121:1-8