Eyonqulo 9:18 Ibhayibhile (XHO96)

Waxhela inkomo nenkunzi yegusha, wenzela ngazo abantu amadini obudlelane. Oonyana bakhe bamzisela igazi, watshiza ngalo kumacala onke eqonga.

Eyonqulo 9

Eyonqulo 9:11-20