Eyonqulo 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

Usondeze nomnikelo wokutya, wathatha kangangesandla kuwo, wawutshisa apho eqongeni. Yonke le nquleqhu yongeza kumadini atshiswa kusasa.

Eyonqulo 9

Eyonqulo 9:9-22