Eyonqulo 4:21 Ibhayibhile (XHO96)

Andule ke ukuyikhuphela ngaphandle kwelali loo nyama, aye kuyitshisa kanye ngalaa ndlela atshisa ngayo eyokucamagushela ezakhe izono. Lilo ke elo idini lokucamagushela ibandla.

Eyonqulo 4

Eyonqulo 4:13-31