Eyonqulo 4:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngale nkomo uya kwenza kanye ngalaa ndlela adla ngokwenza ngayo ngenkomo yedini lokungxengxezela izono. Yiyo ke le indlela umbingeleli enza ngayo idini lokucamagushela izono zabantu, yaye bozixolelwa.

Eyonqulo 4

Eyonqulo 4:13-30