Eyonqulo 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Ukuba umnikelo wenziwa ngesonka sombhako, masibe sisonka somgubo, singabi nagwele. Kungaba sisonka esikhulu esenziwe ngomgubo oxutywe namafutha omnquma, okanye kube ngamaqebengwana aqatywe ngaloo mafutha.

Eyonqulo 2

Eyonqulo 2:2-7