Eyonqulo 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

Okushiyekileyo ke koko kutya kuya kuba koka-Aron noonyana bakhe. Kukutya okukodwa ke oku; kaloku kuthathwe kukutya okunikelwe kuNdikhoyo ngomlilo.

Eyonqulo 2

Eyonqulo 2:1-10