Eyonqulo 11:40 Ibhayibhile (XHO96)

Nomntu otye inyama yaso, nokuba uyihlambile impahla yakhe, uba nomlaza kude kutshone ilanga. Umntu othe wasithwala sifile isilwanyana kufuneka ayihlambe impahla yakhe, kodwa uba nomlaza kude kutshone ilanga

Eyonqulo 11

Eyonqulo 11:31-41-42