Eyeziqalo 7:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kwatshatyalaliswa yonke into ephilayo elizweni: abantu, neenyamakazi, neentaka. Kwasala uNowa kunye nabo babesenqanaweni kunye naye.

Eyeziqalo 7

Eyeziqalo 7:15-16-24