Eyeziqalo 49:26 Ibhayibhile (XHO96)

Amathamsanqa owanikwe nguyihloaya kuqina kuneentaba ezisisimakade,achume kunendyebo yeenduli zaphakade.Konke oku makuwe phezu kwentloko kaYosefu,yena ukhethiweyo kubantakwabo.

Eyeziqalo 49

Eyeziqalo 49:24-28