Eyeziqalo 43:30 Ibhayibhile (XHO96)

UJosefu, esikwa yimfesane kukubona umninawa wakhe, ukhawuleze waphuma, waya kungena egumbini lakhe, kuba wayeseleza kulila. Wafika apho wakhe wagixa.

Eyeziqalo 43

Eyeziqalo 43:22-34