Eyeziqalo 43:29 Ibhayibhile (XHO96)

UJosefu uthe akubona uBhenjamin umninawa wakhe: “Ngulo mninawa wenu ke lo benithetha ngaye? Lwanga ufefe lukaThixo lunganawe, mfo wam.”

Eyeziqalo 43

Eyeziqalo 43:27-34