Eyeziqalo 42:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wakhumbula nalaa maphupha wayewaphupha ngabo, wathi kubo: “Nina niziimpimpi! Nizele nje ukuza kuhlola iindawo ezibuthathaka kwilizwe lethu.”

Eyeziqalo 42

Eyeziqalo 42:8-16