Eyeziqalo 33:1 Ibhayibhile (XHO96)

UYakobi wambona uEsawu esiza namakhulu amane amadoda, waza abantwana wabahlula-hlula phakathi koLeya noRakeli namaqadi abo omabini.

Eyeziqalo 33

Eyeziqalo 33:1-7