Eyeziqalo 30:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wacaphuka uYakobi, wathi ukuphendula: “NdinguThixo kakade mna? Uvalwe ndim, ungazali nje?”

Eyeziqalo 30

Eyeziqalo 30:1-12