Eyeziqalo 30:1 Ibhayibhile (XHO96)

URakeli wayengekazali mntwana wonke lo gama. Waba nobukhwele ngodade wabo, wavakala esithi kuYakobi: “Ndiphe abantwana; kungenjalo ndisuke ndife kunale nto.”

Eyeziqalo 30

Eyeziqalo 30:1-8