Eyeziqalo 27:21 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke uIsake kuYakobi: “Khawusondele ke, mfo wam, ndikuve ngesandla ukuba unguye na unyana wam uEsawu.”

Eyeziqalo 27

Eyeziqalo 27:20-24