Eyeziqalo 27:20 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uIsake: “Wakhawuleza kangaka ukufumana inyamakazi? Wenze njani, mfo wam?”Uphendule wathi uYakobi: “Ndincedwe *nguNdikhoyo uThixo wakho, wayizisa ngqo kum.”

Eyeziqalo 27

Eyeziqalo 27:11-27