Eyeziqalo 24:40 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi yena uNdikhoyo amkhonzayo wothumela isithunywa sakhe phambi kwam, khon' ukuze uphumelele umcimbi endiwuhambelayo. Mna kufuneka ndithathe umfazi kowabo, phakathi kwezizalwana zakhe.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:37-44