Eyeziqalo 24:10 Ibhayibhile (XHO96)

Induna ka-Abraham yahamba neshumi leenkamela, yaphatha neendidi ngeendidi zezipho. Yanduluka ukuya kwisixeko esasiseAram-narayim apho wayemi khona uNahore.

Eyeziqalo 24

Eyeziqalo 24:7-13