Eyeziqalo 22:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakusasa ngengomso uAbraham wavuka, wabopha idonki yakhe, wabiza izicaka zazibini kunye noIsake, bacanda iinkuni zokubasa umlilo wedini, banduluka baya kuloo ndawo bekuthiwe ze baye kuyo nguThixo.

Eyeziqalo 22

Eyeziqalo 22:1-8-9