Eyeziqalo 22:2 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uThixo: “Thatha unyana wakho uIsake, lo kanye usenyongweni kuwe, uye naye eMoriya. Uya kufika apho ke, kuloo nduli ndiza kukubonisa yona, umnikele khona abe lidini elitshiswayo.”

Eyeziqalo 22

Eyeziqalo 22:1-12