Eyeziqalo 22:16 Ibhayibhile (XHO96)

“Uthi uNdikhoyo: ‘Mna ngokwam ndiyafunga; ndithi ngenxa yale nto uyenzileyo, akwala ukuncama intandane ekuphela kwayo,

Eyeziqalo 22

Eyeziqalo 22:11-20