Eyeziqalo 22:13 Ibhayibhile (XHO96)

UAbraham wabheka-bheka, wabona inkunzi yegusha ibambeke ngeempondo etyholweni. Waya kuyirhola, wenza ngayo idini endaweni yonyana wakhe.

Eyeziqalo 22

Eyeziqalo 22:7-14