Eyeziqalo 22:12 Ibhayibhile (XHO96)

“Uze ungayenzakalisi loo nkwenkwe, ungayithi cha nakancinci! Ngoku ndiyazi ukuba uThixo uyamoyika; kaloku akwalanga nonyana wakho oyintandane ekuphela kwakhe.”

Eyeziqalo 22

Eyeziqalo 22:8-9-19