Eyeziqalo 21:26 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uAbhimeleki: “Bendingazi ukuba ukho owenze loo nto; nawe ngokwakho akuzange wandixelela nokundixelela. Ndiyaqala namhlanje ukuyiva into enjalo.”

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:17-28