Eyeziqalo 21:25 Ibhayibhile (XHO96)

UAbraham wavakalisa kwanesikhalazo awayenaso kuAbhimeleki, esiphathelele nomthombo owahluthwa zizicaka zika-Abhimeleki.

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:24-32