Eyeziqalo 21:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakusasa ngengomso uAbraham wavuka wathatha ukutya kunye nentsuba ezele ngamanzi, wazinika uHagare, wamthwalisa, wathi makahambe nomntwana wakhe. Wemka ke uHagare, wahamba ebhadula kuloo ntlango iyiBheshebha.

Eyeziqalo 21

Eyeziqalo 21:8-25