Eyeziqalo 18:25 Ibhayibhile (XHO96)

Hayi kaloku, akunakuyenza into enjalo ukutshabalalisa abangenatyala ndawonye nabagwenxa, ube njalo wohlwaya amalungisa ngesohlwayo esinye naboni. Ngunongekhe lowo. UMgwebi welizwe liphela akamele kugweba ngobulungisa na?”

Eyeziqalo 18

Eyeziqalo 18:17-27