Eyeziqalo 18:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba kukho amashumi amahlanu amalungisa, ngaba ungasibhangisa eso sixeko? Akungesisindisi ngenxa yamashumi amahlanu lawo?

Eyeziqalo 18

Eyeziqalo 18:15-26