Eyeziqalo 16:5 Ibhayibhile (XHO96)

USarayi ke uthe kuAbram: “Endidela nje uHagare lo, kungenxa yakho. Kanti ke wawumnikwe ndim lo, seleqhosha nje akuzibona ekhulelwe. Ngamana uNdikhoyo angahlula oyena unyanisileyo phakathi kwam nawe.”

Eyeziqalo 16

Eyeziqalo 16:1-13