Eyeziqalo 16:4 Ibhayibhile (XHO96)

UAbram wadibana noHagare, waza uHagare wakhulelwa. Uthe ke akuziqonda ukuba ukhulelwe, waqhosha wamdela uSarayi.

Eyeziqalo 16

Eyeziqalo 16:1-13