Eyeziqalo 15:5 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wamkhuphela ngaphandle kwendlu uAbram, wathi: “Khangela esibhakabhakeni, uzibale iinkwenkwezi ezilapho, ukuba ungaba nako. Boba baninzi kangako abazukulwana bakho.”

Eyeziqalo 15

Eyeziqalo 15:1-11