Eyeziqalo 15:4 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke uNdikhoyo ebhekisa kuAbram: “UElizere akayi kuba yindlalifa yakho. Ngunyana wakho nqo oya kuba yindlalifa yakho.”

Eyeziqalo 15

Eyeziqalo 15:1-9