Eyeziqalo 14:24 Ibhayibhile (XHO96)

Mna andiyi kuthatha nto konke, ngaphandle nje kokutya okutyiwe ngabantu bam. Kodwa wona amakholwane am, uAnere noEshkoli noMamre, mabayifumane bona eyabo inxaxheba.”

Eyeziqalo 14

Eyeziqalo 14:16-24